XHOSAROOTS
khanyelaamagama 97108 kwa-211sila

Amagama

Words are not arranged alphabetically — wander, or search for what you need. Every word leads back to its root.

khanyelaverb · 2 IINGUQU

Deny an accusation

uku + khanyelaukukhanyela

selaverb · 9 IINGUQU

Drink (a liquid); Consume alcohol

in + sela + ointselo

hlafunaverb · 6 IINGUQU

Chew

uku + hlafunaukuhlafuna

ityaverb · 9 IINGUQU

Eat; Consume; Ingest

isi + ityaisitya

ginyaverb · 5 IINGUQU

Swallow

uku + ginyaukuginya

funaverb · 10 IINGUQU

Look for; Desire; Search; Want

in + funa + oimfuno

phicothaverb · 5 IINGUQU

Thoroughly examine; Scrutinize

um + phicotha + iumphicothi

jojaverb · 2 IINGUQU

Smell; Sniff

uku + jojaukujoja

hlolaverb · 10 IINGUQU

Look thoroughly at; Examine; Inspect

um + hlola + iumhloli

basaverb · 5 IINGUQU

Light, start or make a fire; Cause a fire

uku + basaukubasa

bhalaverb · 13 IINGUQU

Write

um + bhala + iumbhali

silaverb · 9 IINGUQU

Brew

um + sila + iumsili

ingcambu yaseKemet — root traced to ancient Egyptian